CLOSE X
Advertisement

iiThenda zeSecurity

Iindaba

Sicela urhulumente angenelele apha kwezi thenda zeSecurity, siyafa kukugqilazwa zizo! Uphangele (more than 25 days) kodwa urhole R2500.

Uqeshwe ngoGrade D kodwa ungafumani mali yakhe akukho allowance.

Tell a friend

- Unogada, eMt Ayliff

Tell a friend
Advertisement
X