CLOSE X
Advertisement

#SAMA23: Kubhengezwa iTop 10 yeRecord of the Year kwiLive Amp!

Iindaba
UGQATSO lweRecord of the Year Award kwiimbasa zama-23  zeSouth African Music Awards [SAMA 23] lugalelekile.
Inkqubo yomculo kwiSABC 1 iLive Amp, ngokuhlwanje izakube idiza iingoma ezilishumi ezigacele iwonga leSAMA emva kweeveki ezine zokukhankasa nokulwela iivoti zoluntu.

Emva kokudizwa kwamahlebo, abathandi beengoma bayakhuthazwa ukuba baqhubeke nokuvota ukuqinisekisa ukuba iingoma zabo abazithandayo zimka zibhaqile ngobusuku balo msitho.

Nali uluhlu lweengoma ezingama-20 ezigacele iRecord of the Year Award:

AKA – One Time

Amanda Black – Amazulu

Babes Wodumo – Wololo (featuring Mampintsha)

Tell a friend
UNathi Maphumulo owaziwa njengoDJ Black Coffee Umfanekiso: Twitter

Black Coffee feat Mque – Come With Me

Black Coffee, Shekinah – Your Eyes

Bucie feat. Black Motion – Rejoice

DJ Clock feat Prom Knights – Wolves

DJ Ganyani – Talk to Me

DJ Speedsta feat Yung Swiss, Tellaman, Sha – Mayo

Euphonik & Mi Casa – Don’t Wanna Be

Goodluck – Thinking About You

Kwesta – Ngud

Locnville – Cold Shoulder

Matthew Mole – Run

Miss Pru DJ – Ameni

Mobi Dixon feat Inga Hina – Trigger

Musa – Mthande

Nasty C – Hell Naw

Sketchy Bongo & Shekinah – Let You Know

Timo Odv – I Need You


Ngubani osalayo, ingubani ophumayo?


Zibonele kwiLive Amp kwiSABC 1 ngo-19:30 ngokuhlwanje!

Tell a friend
Advertisement
X