Ezemidlalo

Ezoyolo

Izibhalo Ezitsha

Ababezenza amapolisa baphanga usapho, baqhotsa batya inyama yabo!

Abantu ababezenza amapolisa benxibe iimpahla zamapolisa kuthiwa baphanga iifowuni nemoto usapho lwaseMason’s Mill eMgungundlovu KwaZulu-Natal, bagqogqa nefriji yalo, baqhotsa batya inyama yalo logama amaxhoba...

URulani Mokwena ulindele umdlalo onzima eTunisia

Iqhubela phambili imidlalo yeCAF Champions League ngempelaveki. Phakathi kwamaqela aza kuthatha inxaxheba kuyo yiMamelodi Sundowns eza kudibana neqela elilushica ekuthiwa yiEsperance emdlalweni wokuqa weCAF...

Baphululene iinduma babeka phantsi izixhobo okomzuzwana ooNoteksi!

UMnu. Xolile Nqatha nguMphathiswa weZothutho noKhuselo kwiphondo leMpuma Koloni. Umfanekiso: Pedro MapeloBachebene iinduma emva koko baxolelana okomzuzwana oonoteksi abalwayo. Oku kwenzeke entlanganisweni ebiququzelelwe lisebe...

Baphume bebokoboko enkundleni abachase uMandla Ntlanganiso

UMandla Ntlanganiso ngumlawuli obambeleyo weBoxing South Africa.Abathelekisi abamchasileyo uMandla Ntlanganiso baphume bevuza igazi enkundleni kule veki emva kwesigqibo esithathwe yinkundla. Umbutho wabathelekisi, iNational Professional...

Obezenza umntu othengisa izindlu neemoto ugwetywe iminyaka eyi-22

Owasetyhini oneminyaka engamashumi amathandathu (60) ubudala ugwetywe iminyaka engamashumi amabini anesibini (22) entolongweni yinkundla yolwaphulo-mthetho olukhethekileyo eBellville ngezityholo zobuqhophololo.NgoMatshi, uVirginia Dawn Wilscot wafunyanwa enetyala...

Iyangcwatywa inkosikazi yaseDutywa ebhaqwe eGqeberha itshisiwe!

Umzimba kaZimkhitha Nodu Sakhela (28) obhaqwe ekwimeko embi etshisiwe kwaye eseBooysen Park eGqberha. UMFANEKISO: UTHUNYELWEUZimkhitha Nodu Sakhela (28) waseGood Hope eNgxakaxha eDutywa, waphuma phandle...

Kutyalwe iR4-billion nguVW kwiziko eliseKariega!

Usodolophi waseNelson Mandela Bay uGary van Niekerk, Andreas Peschke kaVW, uMphathiswa weZorhwebo uEbrahim Patel, Martina Biene weVWA, iNkulumbuso uLubabalo Mabuyane noUlrich Schwabe kaVW.Inkampani ephambili...

Kuthe qabu kwiSwallows – kodwa kusafuneka ilwile ngamandla!

UMusa Nyatama ngumqeqeshi weMoroka Swallows.Umqeqeshi weMoroka Swallows, uMusa Nyatama, ulamkele ngovuyo inqaku elinye elifunyenwe liqela lakhe emdlalweni ogqithileyo. Emdlalweni weDStv Premiership ongundabamlonyeni, iSwallows ibambene...

Amakhosi azimisele ukuvuka ngeRichards Bay esokolayo!

Emva kokuphumla iveki yonke, Amakhosi aza kudibana neRichards Bay emdlalweni weDStv Premiership oza kutaka iintlantsi eKing Zwelithini Stadium ngentsimbi yesithathu emalanga ngeCawe. Omabini amaqela...

Uvela enkundleni umrhanelwa obanjelwe ukuqhekeza kwanokuba

Ubanjiwe umrhanelwa oneminyaka engamashumi amabini anesithathu (23), noqhekeze kwindlu ekwifama engaphandle kwaseWillowmore ngeCawa, kwiveki ephelileyo.Ingxelo ithi emva kwentsimbi yesithandathu kusasa ngeCawa, owasetyhini oneminyaka engamashumi...

Kule veki