Ezemidlalo

Ezoyolo

Izibhalo Ezitsha

Libanjelwe isatifikethi sikaGrade 12 somgunyathi iGosa lezeMpilo

Likhululwe ngebheyile iGosa eliPhezulu kwiSebe lezeMpilo eMpuma Koloni emva kokunqakulwa kwalo ziiHawks kusasa ngoLwesithathu. Eli Gosa likhululwe ngebheyile yeR30 000, kwaye liza kuphinda livele...

Kuthwa banyamalala ababebizwa njengooNocambalala kuba kwadaleka imisebenzi

Nangona uMongameli woMzantsi Afrika, uCyril Ramaphosa, kwakunye neNkulubaphathiswa yaseMpuma Koloni, uLubabalo Oscar Mabuyane, bebencoma igxathu kwanenqkubela yokuphucuka kwanokudaleka kwamathuba engqesho kumakhaya amaninzi kweli Phondo,...

IMIFANEKISO – EPWP: Imibhiyozo yeminyaka engamashumi amabini

UMongameli uCyril Ramaphosa ukhokele imibhiyozo yeminyaka engamashumi amabini (20) yeNkqubo eYandisiweyo yeMisebenzi yoLuntu (EPWP) waze wasungula isigaba sesihlanu sale nkqubo kumabala emidlalo eBuffalo City...

UMagida uyalima afundise ngeedroni

UThulani Magida ngumfama ohambela phezulu ukubonisa uthando lwakhe lwezolimo eQoboqobo.Ngaphandle kokuvelisa ukutya ngokulima, uMagida uthabathele kuye uxanduva lokufundisa amafama akhulayo ukusebenzisa idroni, isixhobo sokufota...

Luza kukhula uqoqosho loMzantsi Afrika, kutsho i-IMF

Uqikelelo lwezoqoqosho olwenziwe yiNgxowa-mali yezeMali yaMazwe ngaMazwe (IMF) lubonisa ukuba ilizwe loMzantsi Afrika liza kuhlala likwindawo yokuqala kumazwe aseAfrika ngokukhula koqoqosho.Le ngxelo ithi iziganeko...

Luthatha lubeka usapho obeluthenjiswe ngoncedo kumngcwabo womzali ogetyengiweyo!

Abahlali beze kwisithwakumbe sokubulawa kommelwane wabo uNomvula Solani (72) kwilali iCumakala eCacadu. UMFANEKISO: KHULA COMMUNITY DEVELOPMENT PROJECT.Nanjengoko sele kushiyeke iintsuku ezintathu kuphela kumalungiselelo omngcwabo...

Inkqubo yezakhono yeR1,9-billion eMpuma Koloni!

UMnu. uThulas Nxesi nguMphathiswa weSebe leZemisebenzi eMzantsi Afrika. Umfanekiso: DELUMphathiswa weMisebenzi, uThulas Nxesi, uphehlelele inkqubo yokuxhobisa ulutsha ngezakhono ekuthiwa yiLabour Activation Programme ngoLwesihlanu weveki...

UMalusi waseDutywa ubuye encumile kwiTCS London Marathon!

UYanga Malusi yimbaleki yaseDutywa kwiphondo leMpuma Koloni. Umfanekiso: Uthunyelwe.Emva kokuqhuba kakuhle kwiTCS London Marathon okokuqala ebomini bakhe, uYanga Malusi akawuvali umlomo ngenxa yemphatho...

Ubusuku nje obunye noVusi Nova eMonti

UVusi ‘Snova’ Nova nekulindeleke ukuba onwabise abathandi nabalandeli bakhe nge4 kaMeyi eHemingways eMonti. UMFANEKISO: Stills By TomAbathandi, abalandeli kwanabaxhasi bakaVusi Nova nosele ngoku esaziwa...

Palesa Motaung: ‘Ndiyawuthanda umhlaba’

Umfama uPalesa Motaung.Umfama osemtsha uPalesa Motaung ukubonisa ngokwenza ukuba ngenene uyakuthanda ukusebenza umhlaba ngezandla zakhe. UMotaung ngumfama ovelisa imifuno eMgungundlovu kwiphondo laseKZN.“Ndiyawuthanda umhlaba kungoko...

Kule veki